1
UMARKO 3:35
IBHAYIBHILE
XHO96
Kaloku lowo uthe wakwenza ukuthanda kukaThixo nguye ongumntakwethu, nodade wethu, nomama.”
ប្រៀបធៀប
រុករក UMARKO 3:35
2
UMARKO 3:28-29
“Inene, baya kuzixolelwa zonke izono oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo; kodwa yena othe wanyelisa uMoya oyiNgcwele akanako ukuxolelwa naphakade; unetyala lesono esingatshitshiyo.”
រុករក UMARKO 3:28-29
3
UMARKO 3:24-25
Kaloku isizwe esivukelana sodwa siyachithakala; nomzi ovukelana wodwa uyachithakala.
រុករក UMARKO 3:24-25
4
UMARKO 3:11
Naxa sukuba abantu abaneendimoni bembona, babesiwa phambi kwakhe, bakhale, besithi: “Unguye wena uNyana kaThixo!”
រុករក UMARKO 3:11
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ