1
UMARKO 2:17
IBHAYIBHILE
XHO96
Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo. Andizanga kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni.”
ប្រៀបធៀប
រុករក UMARKO 2:17
2
UMARKO 2:5
UYesu akulubona ukholo lwabo, wathi kofe umzimba: “Nyana, izono zakho zixolelwe.”
រុករក UMARKO 2:5
3
UMARKO 2:27
Waza wathi ke kubo: “UMhla woPhumlo lo wabakho ngenxa yomntu, asinguye umntu owabakho ngenxa yawo.
រុករក UMARKO 2:27
4
UMARKO 2:4
Bakuba bengenakusondela kuYesu ngenxa yokuxinana kwendimbane, baqhaqhe uphahla ngakuloo ndawo wayekuyo. Begqobhozile ke, bamhlisa ngokhuko lowo ufe umzimba.
រុករក UMARKO 2:4
5
UMARKO 2:10-11
Ke ukuze nazi ukuba *uNyana woLuntu unalo igunya lokuxolela izono emhlabeni apha – úthi kofe umzimba – ndithi kuwe: ‘Vuka, uthathe ukhuko lwakho, uhambe ugoduke.’ ”
រុករក UMARKO 2:10-11
6
UMARKO 2:9
Okukona kulula kukuphi na? Kukho ukuthi kofe umzimba: ‘Izono zakho zixolelwe,’ kukho nokuthi: ‘Vuka, uthathe ukhuko lwakho uhambe’?
រុករក UMARKO 2:9
7
UMARKO 2:12
Wavuka kwangoko ke, wathatha ukhuko, wemka. Bamangaliswa bonke, bemdumisa uThixo, besithi: “Asizange siyibone into enje!”
រុករក UMARKO 2:12
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ