1
UMARKO 4:39-40
IBHAYIBHILE
XHO96
Wavuka ke, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle: “Yithi cwaka, uzole.” Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu. UYesu ke wathi kubo: “Yini na ukuba noyike kangaka? Kutheni ukuba ningakholwa?”
ប្រៀបធៀប
រុករក UMARKO 4:39-40
2
UMARKO 4:41
Babesoyika kakhulu, omnye esithi komnye: “He bethu, ngumntu onjani na lo ude alulanyelwe ngumoya nalulwandle!”
រុករក UMARKO 4:41
3
UMARKO 4:38
UYesu wayephakathi esikhitshaneni, ethathe umqamelo walala ubuthongo. Bamvusa ke, bathi kuye: “Mfundisi, akukhathali na, sitshabalala nje?”
រុករក UMARKO 4:38
4
UMARKO 4:24
Kwakhona wathi kubo: “Yilumkeleni into eniyivayo. Umlinganiselo enibalinganisela ngawo abanye, niya kulinganiselwa kwangawo nguThixo nani, kuze kongezwe kuni, nina nivayo.
រុករក UMARKO 4:24
5
UMARKO 4:26-27
Kwakhona uYesu wathi: “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokuthi umntu ahlwayele imbewu entsimini, aze alale avuke imihla ngemihla, ibe yona imbewu intshula ikhula ngohlobo angalwaziyo.
រុករក UMARKO 4:26-27
6
UMARKO 4:23
Ke oneendlebe zokuva makeve.”
រុករក UMARKO 4:23
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ