Biểu trưng YouVersion
Biểu tượng Tìm kiếm

ULUKA 4:9-12

ULUKA 4:9-12 XHO75

Wamsa eYerusalem, wammisa eluchochoyini lwetempile, wathi kuye, Ukuba unguye uNyana kaThixo, ziphose ezantsi phaya. Kuba kubhaliwe kwathiwa, Uya kuziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe, ukuba zikugcine; kwathiwa, Ziya kukufukula ngezandla, Hleze ubetheke etyeni ngonyawo lwakho. () Waphendula uYesu wathi kuye, Kuthiwe, Uze ungayihendi iNkosi uThixo wakho. ()

Các Kế hoạch Đọc và Tĩnh nguyện miễn phí liên quan đếnULUKA 4:9-12