IINDUMISO 91:9-10
IINDUMISO 91:9-10 XHO96
Ngenxa yokuba uthembele ngoNdikhoyo, wamenza umkhuseli wakho uPhezukonke, akuyi kuhlelwa bubi; akuyi kusondela nasibetho emzini wakho.