ឡូហ្គូ YouVersion
ព្រះគម្ពីរគម្រោងអានវីដេអូ
ទាញយកកម្មវិធី
ជម្រើសភាសា
អាយខន ស្វែង​រក

ខគម្ពីរពេញនិយមពី IINDUMISO 46

1

IINDUMISO 46:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthetha ngelizwi athi: “Phezani, ndim uThixo. Ndizivelele izizwe; nehlabathi ndilikrobele.”

ប្រៀបធៀប

រុករក IINDUMISO 46:10

2

IINDUMISO 46:1-2

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo ulihlathi nenqaba yethu; ngexesha leenkathazo uluncedo oluhlala lulungile. Ngoko ke asoyiki lutho, nokuba ihlabathi lingazama-zama, nokuba iintaba zingaphoswa enzulwini yolwandle.

ប្រៀបធៀប

រុករក IINDUMISO 46:1-2

3

IINDUMISO 46:4-5

IBHAYIBHILE

XHO96

Kukho umlambo omisinga isivuyisayo isixeko sikaThixo, esilikhaya elingcwele likaPhezukonke. UThixo uthe zinzi apho kuso. Ngoko ke asinakuze sitshabalale, kuba yena usinceda kwasekuseni.

ប្រៀបធៀប

រុករក IINDUMISO 46:4-5

4

IINDUMISO 46:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngumaphelis' iimfazwe ehlabathini jikelele. Uyasiqoboza isaphetha, awuvikive umkhonto, amakhaka awantumek' umlilo.

ប្រៀបធៀប

រុករក IINDUMISO 46:9

ជំពូកមុន
ជំពូកបន្ទាប់
YouVersion

ទទួលការលើកទឹកចិត្តនិងជំរុញឱ្យអ្នកស្វែងរកភាពស្និទ្ធស្នាលជាមួយនឹងព្រះជាម្ចាស់ជាប្រចាំថ្ងៃ។

ព័ន្ធកិច្ច

អំពី

អាជីព

អ្នកស្ម័គ្រចិត្ត

ប្លុកសារ

ដំណឹង

តំណមានប្រយោជន៍

ជំនួយ

បរិច្ចាគ

ជំនាន់​ព្រះ​គម្ពីរ

ព្រះគម្ពីរជាសំឡេង

ភាសា​ព្រះ​គម្ពីរ

ខគម្ពីរ​សម្រាប់​ថ្ងៃ​នេះ


ព័ន្ធកិច្ចបែបឌីជីថលរបស់

Life.Church
ភាសាខ្មែរ

©2026 Life.Church / YouVersion

គោលការណ៍ច្បាប់ឯកជនលក្ខខណ្ឌ
កម្មវិធីបង្ហាញពីភាពងាយរងគ្រោះ
ហ្វេសប៊ុកTwitterអ៊ីនស្ដាក្រាមយូធូបPinterest