1
IINDUMISO 121:1-2
IBHAYIBHILE
XHO96
Amehlo am ndiwajongis' enkalweni; yaz'ba lovela ngaphi na uncedo lwam? Umncedi wam *nguNdikhoyo, yena ungumenzi wamazulu nehlabathi.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 121:1-2
2
IINDUMISO 121:7-8
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya; ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto. Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa, xa uhambayo naxa ubuyayo, kuqalela ngoku kude kube nini-nini.
រុករក IINDUMISO 121:7-8
3
IINDUMISO 121:3
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam; kaloku akozeli, walusa mna.
រុករក IINDUMISO 121:3