1
uYona uYona 1:3
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wesuka ke uYona, ebalekela eTarshishe phambi koYehova, wehla waya eYafo; wafumana inqanawa esinge eTarshishe, wayihlawulela indlela yakhe, wangena kuyo ukuze abone iTarshishe, emke ebusweni bukaYehova.
Compare
Explore uYona uYona 1:3
2
uYona uYona 1:17
uYehova wathumela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona. uYona wahlala embilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.
Explore uYona uYona 1:17
3
uYona uYona 1:12
Wathi kuwo, Ndithabatheni, nindijulele elwandle; ngoko ke ulwandle luya kunizolisa, kuba ndiyazi ukuba esi sivuthuvuthu sinifikele, ngenxa yam.
Explore uYona uYona 1:12
Home
Bible
Plans
Videos