1
uObhadiya uObhadiya 1:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ke, entabeni yeZiyon kuya kubakho usindiso, kube yingcwele; nendlu kaYakobi idle ilifa ubutyebi bayo.
Compare
Explore uObhadiya uObhadiya 1:17
2
uObhadiya uObhadiya 1:15
Ngokuba isondele imini kaYehova kuzo zonke iintlanga; njengoko wenze ngako, kuya kwenjiwa njalo kuwe; umvuzo wakho uya kubuyela entlokweni yakho.
Explore uObhadiya uObhadiya 1:15
3
uObhadiya uObhadiya 1:3
Ukukhukhumala kwentliziyo yakho kukulukuhlile, wena uhleli ezingxondorheni, okhaya liphezulu; othi entliziyweni yakhe, Ngubani na oya kundihlisa?
Explore uObhadiya uObhadiya 1:3
4
uObhadiya uObhadiya 1:4
Ukuba uthe wakhela phezulu njengexhalanga, nokuba ithe indlu yakho yabekwa phakathi kweenkwenkwezi, ndokuhlisa nalapho; utsho uYehova.
Explore uObhadiya uObhadiya 1:4
Home
Bible
Plans
Videos