1
uYona uYona 2:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ndathi, Ndakhala kuYehova ngenxa yokubandezeleka kwam, wandiva; ndisesiswini sobafileyo, ndakhala, waliva ilizwi lam.
Compare
Explore uYona uYona 2:2
2
uYona uYona 2:7
Xa umoya wam wawudandathekileyo ngaphakathi kwam, ndacinga ngoYehova, waza umthandazo wam wafika kuwe, etempileni yakho engcwele.
Explore uYona uYona 2:7
Home
Bible
Plans
Videos