1
UMATEYU 22:37-39
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela. Nguwo lowo owokuqala nomkhulu umthetho. Owesibini ke ufana nawo: Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
So sánh
Khám phá UMATEYU 22:37-39
2
UMATEYU 22:40
Kule mithetho yomibini kuxhomekeke umyalelo uphela nabaprofeti.
Khám phá UMATEYU 22:40
3
UMATEYU 22:14
Kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Khám phá UMATEYU 22:14
4
UMATEYU 22:30
Kuba eluvukweni abazeki, abendiswa; banjengazo izithunywa zikaThixo emazulwini.
Khám phá UMATEYU 22:30
5
UMATEYU 22:19-21
Ndiboniseni iqhosha lerhafu. Bamzisela ke idenariyo.• Athi kubo, Ngokabani na lo mfanekiso nombhalo? Bathi kuye, NgokaKesare. Andule ukuthi kubo, Nikelani kaloku izinto zikaKesare kuKesare, neento zikaThixo kuThixo.
Khám phá UMATEYU 22:19-21