Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16-17

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16-17 XHO1902A

Yena umoya ngokwake uyanqi̔nelana nomoya wetu, okokuba silusapo lukatixo. Kekaloku ukuba silusapo, sizindlalifa kanjalo; sizindlalifa katixo, nendlalifa kunye no‐Kristu; ukuba ke siyeva intlungu kunye naye, ukuze senzelwe ubungcwalisa kwa kunye naye.

วิดีโอสำหรับ Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16-17

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16-17 ฟรี