UZEFANIYA 3:19
UZEFANIYA 3:19 XHO96
Uyabona, ngelo xesha ndiya kuphathana nabo abo bakucinezeleyo. Ndiya kusihlangula isiqhwala, ndibaqokelele abo basarhazekileyo. Ndiya kubanika udumo nokuhlonelwa kuloo mazwe onke ababehlaziswa kuwo.