IINDUMISO 98:1
IINDUMISO 98:1 XHO96
Mombelelen' ingoma entsha *uNdikhoyo, kuba unenzele izinto ezintle. Kaloku woyisile ngamandla akhe nangegunya lakhe.