IINDUMISO 52:8
IINDUMISO 52:8 XHO96
Ke mna ndinjengomnquma oyokoyoko; ndihlala phakathi endlwini kaThixo. Ndihlala ndikholose ngezibele zothando lukaThixo; kuya kude kube ngunaphakade.