UNAHUM 1:3
UNAHUM 1:3 XHO96
Umsindo kaNdikhoyo uza kade, kodwa ke yena ngumandla-makhulu. Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe. Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela; amafu luthuli lweenyawo zakhe.