UMATEWU 24:7-8
UMATEWU 24:7-8 XHO96
Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iindlala, neenyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo. Kunjengokuqala kwenimba ke konke oku.