UJONA 2:2
UJONA 2:2 XHO96
wathi: “Ekubandezelekeni kwam ndakhala kuNdikhoyo, waza ke yena wandiphendula. Ndakhala ndisemathunjini engcwaba, waza ke wena waliva ilizwi lam.