UJOWELI 2:32
UJOWELI 2:32 XHO96
Kananjalo nabani na othe wabiza igama likaNdikhoyo uya kusindiswa, kuba kaloku kwintaba iZiyon naseJerusalem kuya kubakho ukuhlangulwa, njengoko atshiloyo uNdikhoyo – nditsho ukuhlangulwa kwâbo babiziweyo nguNdikhoyo.”