UJOWELI 2:13
UJOWELI 2:13 XHO96
Ndithi sanukuzikrazula izinxibo, koko zisoleni kukrazuk' iintliziyo. Buyelani kuNdikhoyo uThixo wenu; kaloku yena unesisa kwanemfobe, uza kade umsindo, yimvuze-mvuze ngobubele; ewe, unebuyambo, akananqala.