UJOWELI 1:12
UJOWELI 1:12 XHO96
Umdiliya usuke woma khwahla; kanti wona umkhiwane uswamile. Oomirharnati, isundu, nom-apile, suka yabharha yonk' imithi. Nasebantwini imivuyo iphelile.