UHOSIYA 10:13
UHOSIYA 10:13 XHO96
Kambe ke nihlwayele inkohlakalo, naza ke navuna kwayona. Nizixhamle iziqhamo zokukhohlisa. Kaloku suka nakholosa ngobugorha benu, naqamela ngobuninzi bamajoni.