1
iGenesis iGenesis 7:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni; ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.
ប្រៀបធៀប
រុករក iGenesis iGenesis 7:1
2
iGenesis iGenesis 7:24
Amanzi awugubungela umhlaba iintsuku ezilikhulu elinamashumi amahlanu.
រុករក iGenesis iGenesis 7:24
3
iGenesis iGenesis 7:11
Ngomnyaka wamakhulu amathandathu wokudla ubomi kukaNowa, ngenyanga yesibini, ngosuku lweshumi elinesixhenxe enyangeni leyo, kanye ngayo loo mini yavuleka yonke imithombo yamanzi onogumbe, neengcango zezulu zavuleka.
រុករក iGenesis iGenesis 7:11
4
iGenesis iGenesis 7:23
Zonke izinto eziphilileyo ezisehlabathini zatshatyalaliswa, abantu, neenkomo, nezinambuzane, neentaka zezulu; kwaye batshatyalaliswa emhlabeni, kwasala uNowa yedwa nabo babenaye emkhombeni.
រុករក iGenesis iGenesis 7:23
5
iGenesis iGenesis 7:12
Yana emhlabeni iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane.
រុករក iGenesis iGenesis 7:12
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ