1
IINDUMISO 78:7
IBHAYIBHILE
XHO96
ukwenzela ukuba bakholose ngoThixo, bangaze bayilibale imisebenzi yakhe, koko bayithobele imimiselo yakhe
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 78:7
2
IINDUMISO 78:4
Asinako ukubafihlela abantwana babo, koko sozibhengeza kwizizukulwana ezizayo: imisebenzi emihle *kaNdikhoyo namandla akhe, ewe, nditsho nemimangaliso ayenzileyo.
រុករក IINDUMISO 78:4
3
IINDUMISO 78:6
khon' ukuze ziyazi izizukulwana ezizayo, ewe, nditsho nabangekalibon' ilanga. Bona ke bayigqithisele kubantwana babo
រុករក IINDUMISO 78:6