1
IINDUMISO 72:18
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngamana wadunyiswa *uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ekukuphela kwakhe owenza imimangaliso enje.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 72:18
2
IINDUMISO 72:19
Huntshu-u-u! Masibongwe isidima segama lakhe kude kube nini nanini! Ngamana waphuphuma umhlaba sisihomo nesithozela sakhe! Huntshu-u-u! (
រុករក IINDUMISO 72:19
3
IINDUMISO 72:12
Uyabahlangula abakhalayo, amahlwempu nabangenabani.
រុករក IINDUMISO 72:12