1
IINDUMISO 67:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Ngamana wanesisa wasithamsanqelisa, Thixo! Ewe, ngamana ungenza kube hele kube chosi kuthi
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 67:1
2
IINDUMISO 67:7
Ngenene uThixo uyasithamsanqela; ngamana lamthobela ihlabathi jikelele.
រុករក IINDUMISO 67:7
3
IINDUMISO 67:4
Mazidanduluk' izizwe zicule ngemincili, kuba wena ulawula ngobulungisa, zaluswa nguwe zonk' izizwe.
រុករក IINDUMISO 67:4