1
IINDUMISO 59:16
IBHAYIBHILE
XHO96
Kodwa ke mna ndiya kucula ndibonga amandla akho; ndiya kumemelela kwasekuseni, kuba uthando lwakho luyamangalisa. Kaloku wena uyinqaba yam, ungumqolomba ngomhla wembandezelo.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 59:16
2
IINDUMISO 59:17
Ndiya kukubonga, mkhuseli wam. Mna ndizimela ngoThixo; ewe, uThixo ondithandayo.
រុករក IINDUMISO 59:17
3
IINDUMISO 59:9-10
Ungumkhuseli wam, ndizimela ngawe; ulikhakha lam, wena Thixo. Ngenxa yokuba undithanda uyandihlangabeza, Thixo wam; uya kuziswantsulisa iintshaba zam.
រុករក IINDUMISO 59:9-10
4
IINDUMISO 59:1
Khawundihlangule ezintshabeni, Thixo wam; ndikhusele kwabo bandihlaselayo.
រុករក IINDUMISO 59:1