1
IINDUMISO 53:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Iziyatha zithi akukho Thixo ngandawo. Zonakele, futhi zenza amasikizi; akukho ulungisayo kuzo.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 53:1
2
IINDUMISO 53:2
Ke yena uThixo ubabukele abantu; uhlel' ezulwini efuna ukuqonda ukuba ngaba sikho na isilumko, nditsho ofuna ukunqula uThixo.
រុករក IINDUMISO 53:2
3
IINDUMISO 53:3
Kambe ke bonke bemkile; xa bebonke bonakele; kubo akakho olungisayo; nditsho nokuba abe mnye.
រុករក IINDUMISO 53:3