1
IINDUMISO 50:14-15
IBHAYIBHILE
XHO96
Umbingelelo wakho kuThixo mayibe kukubulela, uzifezekise izithembise zakho kuPhezukonke. Zibike kum xa usengxakini; mna ndiya kukuhlangula, ke wena undidumise.”
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 50:14-15
2
IINDUMISO 50:10-11
Kaloku zezam zonke izilwanyana neenyamakazi ezikumawaka-waka eenduli. Xa zizonke iintaka ndiyazazi; nezinambuzane zamathafa zezam.
រុករក IINDUMISO 50:10-11