1
IINDUMISO 48:14
IBHAYIBHILE
XHO96
Ewe, yena uThixo nguThixo wethu, ngoku nanini na. Yena uya kusikhapha kude kuse ephakadeni.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 48:14
2
IINDUMISO 48:1
*UNdikhoyo mkhulu kakhulu; masimbonge simdumise, esixekweni sikaThixo wethu, entabeni yakhe engcwele.
រុករក IINDUMISO 48:1
3
IINDUMISO 48:10
Ukudunyiswa kwakho, Thixo, kukwanjengegama lakho, kuthi xhaxhe ngeziphelo zehlabathi. Ulawulo lwakho lunobulungisa.
រុករក IINDUMISO 48:10