1
IINDUMISO 115:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Hayi bo! Mayingabi sithi, *Ndikhoyo; ewe, makudunyiswe igama lakho, ngenxa yezibele nokunyaniseka kwakho!
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 115:1
2
IINDUMISO 115:14
Ngamana wanandisa uNdikhoyo, nina kunye nezizukulwana zenu.
រុករក IINDUMISO 115:14
3
IINDUMISO 115:11
Nabo bonke abamthobelayo uNdikhoyo mabakholose ngaye! Uluncedo nomkhuseli wabo.
រុករក IINDUMISO 115:11
4
IINDUMISO 115:15
Ngamana wanithamsanqela uNdikhoyo ongumenzi wamazulu nehlabathi.
រុករក IINDUMISO 115:15