1
IINDUMISO 102:2
IBHAYIBHILE
XHO96
Sukundizimela xa ndisebunzimeni; ndiphulaphule undive kamsinya ndakukhala.
ប្រៀបធៀប
រុករក IINDUMISO 102:2
2
IINDUMISO 102:1
Ndikhoyo, wuve umthandazo wam, nesikhalo sam masifike kuwe!
រុករក IINDUMISO 102:1
3
IINDUMISO 102:12
Kodwa wena, Ndikhoyo, uya kulawula kude kube ngunaphakade; ziya kubalisa ngawe zonk' izizukulwana.
រុករក IINDUMISO 102:12
4
IINDUMISO 102:17
Uyawuva umthandazo weendwayi, azisabele nezicelo zazo.
រុករក IINDUMISO 102:17