1
UNAHUM 3:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Mawoo, sixekondini samagazi, ntondini ephuphuma ubuxoki, into emaxhoba maninzi kunene, ekuxhaphaza kungenalo nekhefu!
ប្រៀបធៀប
រុករក UNAHUM 3:1
2
UNAHUM 3:19
Uduma lwakho alunakunyangeka; awenzakalanga ungxwelerhekile! Abazivayo iindaba zokuwa kwakho basuka baqhwabe izandla. Ngubani ongayingcamlanga inkohlakalo yakho engenasiphelo?
រុករក UNAHUM 3:19
3
UNAHUM 3:7
Abakubonayo bongcachela phaya, besithi: ‘Kaloku iNiniva seyingamabhodlo. Yaz'ba ingalilelwa ngubani na? Ndingambhaqa phi onokukuthuthuzela?’ ”
រុករក UNAHUM 3:7
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ