1
UJOWELI 3:10
IBHAYIBHILE
XHO96
Amakhuba wajikeni abe ngamakrele, izitshetshe zokuthena imithi zibe yimikhonto. Negwala malithi: “Ndilikroti.”
ប្រៀបធៀប
រុករក UJOWELI 3:10
2
UJOWELI 3:15-16
Loba mnyama ilanga nenyanga; iinkwenkwezi zosuka zifiphale. UNdikhoyo wobhavuma eZiyon, izwi lakhe lizongome eJerusalem, umhlaba nesibhakabhaka utsho ungcangcazele. Ke abakhe bazimela ngaye uNdikhoyo; ewe, yena ulixhadi labantu bakhe amaSirayeli.
រុករក UJOWELI 3:15-16
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ