1
UHAGAYI 2:9
IBHAYIBHILE
XHO96
‘Indlu entsha yoba nesihomo esingaphezulu kunesihomo saleya indlu yangaphambili,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke. ‘Ukanti ke kuyo le ndawo ndiya kunika uxolo,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.”
ប្រៀបធៀប
រុករក UHAGAYI 2:9
2
UHAGAYI 2:7
Ndiya kuziphithizelisa zonke izizwe, ubutyebi bazo buziswe apha, le ndlu yam ndiyizalise ngesihomo,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.
រុករក UHAGAYI 2:7
3
UHAGAYI 2:4
Kodwa ke yomelela, Zerubhabheli,’ utsho uNdikhoyo. ‘Yomelela, mbingeleli omkhulu Yeshuwa, nyana kaYozadaki. Kaloku mna ndinani,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.
រុករក UHAGAYI 2:4
4
UHAGAYI 2:5
‘Ekuphumeni kwenu eJiputa ndanqophisa ukuba ndiya kuhlala ndinani. Ke uMoya wam usenani; musani ukoyika.’
រុករក UHAGAYI 2:5
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ