1
UHEZEKILE 38:23
IBHAYIBHILE
XHO96
Ndiya kuba ndibonisa ubungangamsha bam; ndibe ke ndiyazazisa kwintlaninge yezizwe. Baya kuqonda ukuba mna ndinguNdikhoyo.”
ប្រៀបធៀប
រុករក UHEZEKILE 38:23
2
UHEZEKILE 38:2-3
“Mntundini, bhekisa kuGogi welizwe laseMogogi, inkosi enkulu yaseMesheki naseTubhali; umkhalimele uthi: Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Ndiyalwa nawe, Gogi, nkosi enkulu yaseMesheki naseTubhali.
រុករក UHEZEKILE 38:2-3
3
UHEZEKILE 38:16
Uya kuhlasela abantu bam amaSirayeli okwelifu ligqume umhlaba. Kwimihla ezayo, Gogi, ndiya kukwenza uhlasele ilizwe lam, ukuze zazi izizwe ukuba ndingcwele xa ndizibonakalisa kuwe zijongile.
រុករក UHEZEKILE 38:16
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ