1
UDANIYELI 1:8
IBHAYIBHILE
XHO96
Kambe ke yena uDaniyeli wenza isigqibo sokuba angazixabheli ngokutya nangeziselo zalapho ebhotwe. Ngoko ke wacela kwintloko yamaphakathi akomkhulu ukuba avunyelwe ukungazixabheli ngoku kutya.
ប្រៀបធៀប
រុករក UDANIYELI 1:8
2
UDANIYELI 1:17
Aba bafana bane ke uThixo wabathi jize ngolwazi nobuchule kwizinto ezinjengoluncwadi nobulumko. Ewe, uDaniyeli wamenza wayincutshe ekuqondeni zonke iindidi zemibono namaphupha.
រុករក UDANIYELI 1:17
3
UDANIYELI 1:9
Ngenene ke uThixo wayenza intloko yamaphakathi akomkhulu ukuba ivelane noDaniyeli, ibe nenceba kuye
រុករក UDANIYELI 1:9
4
UDANIYELI 1:20
Kwimicimbi ephathelele kwezobulumko nengqiqo aba bafana bane baqaqamba kukumkani, kuba babemanelisa kuwo nawuphi na umbuzo, bebadlula kalishumi bonke abenzi bemilingo noosiyazi ababekhona kwelo zwe.
រុករក UDANIYELI 1:20
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ