1
UAMOS 6:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Mawoo! Lusizi okwenu, nina bantundini bathe zava eZiyon, nina nizicingelayo ukuba nikhuselekile kwintaba yaseSamariya – nditsho nina, zindwalutho zesizwe, nina kuziwa kuni ngabantu bakwaSirayeli.
ប្រៀបធៀប
រុករក UAMOS 6:1
2
UAMOS 6:6
Nizibetha zichuchumale iindebe yiwayini, niziqhole ngawexabiso amafutha, ningabi nantlungu ngokutshabalala kwendlu kaJosefu.
រុករក UAMOS 6:6
គេហ៍
ព្រះគម្ពីរ
គម្រោងអាន
វីដេអូ