YouVersion Logo
Search Icon

iMizekeliso 3:5-8

iMizekeliso 3:5-8 CXB24

Kholosa ngoYehova ngentliziyo yakho yonke; kwaye ungayami ngokwakho ukuqonda. Umazi kuzo zonke iindlela zakho, kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho. Musa ukuba sisilumko; yoyika uYehova, usuke ebubini. Kuya kuba sempilweni entle enkabeni yakho nomongo emathanjeni akho.

Verse Images for iMizekeliso 3:5-8

iMizekeliso Imizekeliso 3:5-8 - Kholosa ngoYehova ngentliziyo yakho yonke; kwaye ungayami ngokwakho ukuqonda. Umazi kuzo zonke iindlela zakho, kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho. Musa ukuba sisilumko; yoyika uYehova, usuke ebubini. Kuya kuba sempilweni entle enkabeni yakho nomongo emathanjeni akho.iMizekeliso Imizekeliso 3:5-8 - Kholosa ngoYehova ngentliziyo yakho yonke; kwaye ungayami ngokwakho ukuqonda. Umazi kuzo zonke iindlela zakho, kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho. Musa ukuba sisilumko; yoyika uYehova, usuke ebubini. Kuya kuba sempilweni entle enkabeni yakho nomongo emathanjeni akho.iMizekeliso Imizekeliso 3:5-8 - Kholosa ngoYehova ngentliziyo yakho yonke; kwaye ungayami ngokwakho ukuqonda. Umazi kuzo zonke iindlela zakho, kwaye uya kuwenza uthi tye umendo wakho. Musa ukuba sisilumko; yoyika uYehova, usuke ebubini. Kuya kuba sempilweni entle enkabeni yakho nomongo emathanjeni akho.

Free Reading Plans and Devotionals related to iMizekeliso 3:5-8