U‐Yisaya 30:18
U‐Yisaya 30:18 XHO1902A
Kwa ngoko uyehova uya kulinda, ukuba anipate ngofefe, nangoko uya kupakama, ukuba abe nenceba ngakuni; ngokuba uyehova e ngutixo wobugwebo: banetamsanqa ke bonke abamlindayo yena.