U‐Yisaya 26:9
U‐Yisaya 26:9 XHO1902A
Ngompefumlo wam ndikukanukile ebusuku; nangomoya wam pakati kwam ndikufunile kusasa; ngokuba, okuya imigwebo yako isemhlabeni, abemi bomhlaba befunda ubulungisa.