UMATEWU 4:1-2
UMATEWU 4:1-2 XHO96
Waza uYesu wakhokelelwa entlango nguMoya, ukuba ahendwe ngumtyholi. Uthe ke, ezile ukutya iintsuku ezimashumi mane, walamba ekupheleni kwazo.