EKAYAKOBI 1:13-14
EKAYAKOBI 1:13-14 XHO96
Makungabikho mntu uthi ulukuhlwe nguThixo xa ahendwayo. UThixo akoyiswa bububi kaloku; yaye akalingi mntu yena. Isilingo sivela ngokuthi umntu alukuhlwe yiminqweno yakhe egwenxa.