1
Ingoma ka‐Solomone 8:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndibeke njengesincamatiselo pezu kwentliziyo yako, njengesincamatiselo pezu kwengalo yako: ngokuba utando lunamandla njengokufa; ikwele lilukuni njengehadesi; amalahle alo ngamalahle omlilo, lilangatye elidangazelayo kakulu.
Compare
Explore Ingoma ka‐Solomone 8:6
2
Ingoma ka‐Solomone 8:7
Amanzi amaninzi akanakucima utando, nemisinga ayingelukukulise: ukuba umntu ebeya kunika yonke impahla esendlwini yake ngenxa yotando, inge igqityelwa ukudelwa.
Explore Ingoma ka‐Solomone 8:7