Ingoma ka‐Solomone 8:7
Ingoma ka‐Solomone 8:7 XHO1902A
Amanzi amaninzi akanakucima utando, nemisinga ayingelukukulise: ukuba umntu ebeya kunika yonke impahla esendlwini yake ngenxa yotando, inge igqityelwa ukudelwa.