1
Eyokuqala yokumkani 16:31
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kwaza kwati, (bekuyinto encinane na ukuhamba kwake ezonweni zika‐Jerobome unyana ka‐Nebati?) ukuba wamzeka abe ngumfazi u‐Jezebele, intombi ka‐Etebali ukumkani wama‐Tsidone, waya wakonza u‐Bali, watoba pambi kwake.
Compare
Explore Eyokuqala yokumkani 16:31
2
Eyokuqala yokumkani 16:30
Waye u‐Ahabi unyana ka‐Omri wenza okukohlakeleyo emehlweni KAYEHOVA, ngapezu kwabo bonke abebepambili kuye.
Explore Eyokuqala yokumkani 16:30