Eyokuqala yokumkani 16:31
Eyokuqala yokumkani 16:31 XHO1902A
Kwaza kwati, (bekuyinto encinane na ukuhamba kwake ezonweni zika‐Jerobome unyana ka‐Nebati?) ukuba wamzeka abe ngumfazi u‐Jezebele, intombi ka‐Etebali ukumkani wama‐Tsidone, waya wakonza u‐Bali, watoba pambi kwake.





