1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:19
IBHAYIBHILE
Le ncwadi ke aze angahlukani nayo. Kubo bonke ubomi bakhe makahlale eyifunda, khon' ukuze afunde ukumhlonela uNdikhoyo uThixo wakhe, awathobele amazwi alo mthetho, ayenze imimiselo yawo.
Compare
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:19
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:17
Ukumkani makangabi nabafazi baninzi, kuba loo nto ingamenza akreqe kuNdikhoyo; kananjalo makangaziqwebeli butyebi basiliva nagolide.
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:17
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:18
“Ukumkani lowo ke akungena esihlalweni sakhe makazenzele incwadi yomthetho ngokuthatha amazwi aleyo yamandulo igcinwe ngababingeleli bakwaLevi.
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 17:18
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos