1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:17
IBHAYIBHILE
ngokobungakanani bamathamsanqa ewaphiwe nguNdikhoyo uThixo wakho.”
Compare
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:17
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:19
Kufuneka angabugqwethi ubulungisa, angabi nagobe xa esenza izigqibo, angazamkeli izicengo, kuba izipho ezihamba nezicengo zimfamekisa namehlo ezilumko, ngokunjalo namadoda anyanisekileyo atsho enze izigqibo ezingafanelekanga.
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:19
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:16
“Kathathu ngonyaka onke amadoda esi sizwe kufuneka aye kunqula uNdikhoyo uThixo wakho kuloo ndawo yalathwe nguye: *ngePasika, ngomsitho wolibo, nangomsitho wamaphempe. Indoda nganye kufuneka ize inento eyiphetheyo
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:16
4
UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:20
Maxa onke kufuneka kulawule ubulungisa bodwa phakathi kwenu, khon' ukuze niphile nilimé elo lizwe nilinikwa nguNdikhoyo uThixo wenu.”
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 16:20
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos