1
UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:10
IBHAYIBHILE
Yiba nezinwe, umphe ungakrokri; ke yena uNdikhoyo uThixo wakho uya kukuthamsanqela kuyo yonke into oyenzayo.
Compare
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:10
2
UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:11
Baya kusoloko bekhona abahlelelekileyo; ngoko ke ndiyaniyala ukuba ze nibe nezinwe ngakumawenu nakwabahlelelekileyo namahlwempu apho kwelo lizwe lenu.”
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:11
3
UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:6
UNdikhoyo uThixo wenu uya kunithamsanqela ngokwesithembiso sakhe. Niya kuba nako ukubolekisa ezizweni, kodwa nina ngokwenu ningaboleki nto mntwini. Niya kuba namagunya phezu kwezizwe, kodwa nina akukho sizwe siya kuba namagunya phezu kwenu.
Explore UHLAZIYO-MNQOPHISO 15:6
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos